1 Kings 16:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada u‐Omri walala noyise bake, wancw̔atywa e‐Samariya: waza u‐Ahabi unyana wake wapata ubukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UOmri walala kooyise, wangcwatyelwa kwaSamari, uAhabhi unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekugqibeleni uOmri walala kookhokho bakhe waza wangcwatywa kwaSamari, yaye uAhabhi unyana wakhe walawula esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UOmri ke waya kuphumla kooyise, waza wangcwatywa eSamariya, esikhundleni sakhe ke kwangena uAhabhi unyana wakhe wangukumkani.