1 Kings 16:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bona ke, ndiya kukukulisa u‐Bahasha, nendlu yake: ndandiya kuyenza indlu yako njengayo indlu ka‐Jerobome unyana ka‐Nebati.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
yabona, ndiyawatshayela amavela-mva kaBhahesha, namavela-mva endlu yakhe, ndiyenze indlu yakho ibe njengendlu kaYarobheham, unyana kaNebhati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabona, ndiya kuyishenxisa imbewu kaBhasha, nembewu yendlu yakhe; nendlu yakho ndiya kuyenza ibe njengendlu kaYerobhoham unyana kaNebhati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngoku ndiza kumsusa uBhayesha kunye nendlu yakhe. Ewe, ndokufanisa nendlu kaJerobhowam unyana kaNebhati.