1 Kings 16:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakanjako leza ilizwi likayehova ngesandla sika‐Jehu unyana ka‐Hanani umprofite, ngakuye u‐Bahasha, nangakuyo indlu yake, kwa ngenxa yako konke ukukohlakala abekwenzile emehlweni kayehova, ngokumqumbisa ngomsebenzi wezandla zake, ngokuba njengendlu ka‐Jerobome, nangenxa yokuba ebembulele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ngesandla sikaYehu, unyana kaHanani, umprofeti, lafika ilizwi likaYehova kuBhahesha nakwindlu yakhe, nangenxa yobubi bonke awabenzayo emehlweni kaYehova, ukumqumbisa ngezenzo zezandla zakhe, ukuba ibe njengendlu kaYarobheham, nangenxa yokuba wamxabelayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngesandla somprofeti uYehu, unyana kaHanani, kwafika ilizwi likaYehova kuBhasha nendlu yakhe, ngenxa yobubi bonke awabenzayo emehlweni kaYehova, ngokumxhaphaza; hlekisa esandleni sakhe njengendlu kaYarobheham; nangenxa yokuba embulele.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Into eyezisa eli lizwi likaNdikhoyo ngomlomo kaYehu unyana kaHanani mayela noBhayesha nendlu yakhe, kungenxa yobubi awabenzayo nemikhwa eyamcaphukisayo uNdikhoyo, nokuhamba kwakhe ekhondweni likaJerobhowam, nokutshabalalisa indlu yakhe.