1 Kings 17:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati ku‐Elija: Ndiyinto nina kuwe, wena ndoda katixo? uze kum na, ukundikumbuza ubono bam, nokumfisa unyana wam?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuEliya, Yintoni na enam nawe, mfo wakwaThixo? Uze kum, ukuba undikhumbuze ubugwenxa bam, umbulale unyana wam?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuEliya, Yintoni na enam nawe, mfo wakwaThixo? Uza kum ukukhumbula isono sam, umbulale unyana wam?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wabhekisa kuEliya umhlolokazi, wathi: “Undenza ntoni kodwa, mntundini kaThixo? Ngaba apha uze kundikhumbuza ngezono zam, ubulala unyana wam nje?”