1 Kings 17:19 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Nika kum unyana wako. Waza wamsusa esifubeni sake, wamnyusela enkambilini yapezulu, apo wahlala kona, wamlalisa pezu kwowake umandlalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Ndinike unyana wakho. Wamthabatha ke esifubeni sakhe, wenyuka naye, waya egumbini eliphezulu abehlala kulo, wamlalisa phezu kwesingqengqelo sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuye, Ndinike unyana wakho. Wamsusa esifubeni sakhe, wamsa emkhumbini apho wayehlala khona, wamlalisa esingqengqelweni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliya waphendula wathi: “Mzise apha kum unyana wakho lowo!” Wamthatha ke apho kuloo mhlolokazi, waza waya naye kwigumbi eliphezulu, apho wayehlala khona, wafika wamlalisa kumandlalo wakhe.