1 Kings 17:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wabizela kuyehova, wati: Yehova, Tixo wam! kanene lomhlolokazi, endipambukele kuye, umenzele ububi na, ngokumfisa unyana wake?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wanqula uYehova, wathi, Yehova Thixo wam, umenzele ububi nomhlolokazi lo na ndiphambukele kuye, ngokubulala unyana wakhe?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wanqula uYehova, wathi, Yehova, Thixo wam, umtshabalalisile na umhlolokazi lo bendihleli kuye ngokubulala unyana wakhe?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke wadanduluka wathandaza kuNdikhoyo, wathi: “Ndikhoyo, Thixo wam, ngani ukuba umzisele isithwakumbe esinje lo mhlolokazi ndihlala kuye? Kutheni ukuba umbulale unyana wakhe?”