1 Kings 17:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti umfazi ku‐Elija: Kaloku ke ndiyazi ukuba uyindoda katixo wena, nokuba ilizwi likayehova emlonyeni wako liyinyaniso.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba ungumfo wakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi loo mfazi kuEliya, Kaloku ke ndiyazi ukuba uyindoda yakwaThixo wena, nelizwi likaYehova elisemlonyeni wakho liyinyaniso.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo mhlolokazi ke wathi apho kuEliya: “Ngenene ngoku ndiyaqonda ukuba wena ungumfo wakwaThixo, yaye ke nelizwi olithethayo lelikaNdikhoyo, liyinyaniso.”