1 Kings 17:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekupeleni kwemihla etile, umlanjana watsha, ngokuba bekungabangako imvula elizweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthe, kwakuhamba ixesha, watsha umlanjana, ngokuba bekungabangakho mvula ezweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuhambeni kwexesha umlambo oqukuqelayo woma, ngenxa yokuba kwakungekho mvula elizweni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe ke ngokuhamba kwexesha yatsha loo ntlanjana, kuba kwakungekho mvula kwelo lizwe.