1 Kings 18:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wahamba u‐Hobadiya ukuya kumkaulela u‐Ahabi, wamxelela: waza u‐Ahabi waya ukumkaulela u‐Elija.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UObhadiya waya kumkhawulela ke uAhabhi, wamxelela; wahamba uAhabhi, waya kumkhawulela uEliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uObhadiya waya kumkhawulela ke uAhabhi, wamxelela; wahamba uAhabhi, waya kumkhawulela uEliya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uObhadiya wemka, waza ke wadibana naye uAhabhi, wamxelela. Ke uAhabhi wahamba, waza wabonana noEliya.