1 Kings 18:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wahamba u‐Elija ukuya kuzibonakalisa ku‐Ahabi. Kekaloku indlala ibinzima e‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wahamba waya kubonana uEliya noAhabhi. Indlala ke yayinzima kwaSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wahamba waya kubonana uEliya kuAhabhi. Kwabakho ke indlala enkulu kwaSamari.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene ke uEliya waya kuAhabhi. Ngelo xesha ke imbalela yayibhokile eSamariya,