1 Kings 18:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Elija kubo bonke abantu: Sondelani kum. Basuka bonke abantu basondela kuye. Waza walungisa isibingelo sikayehova esibe sicitekile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEliya ebantwini bonke, Sondelani kum apha.Basondela ke abantu bonke kuye. Wabuya wasakha isibingelelo sikaYehova esibe sidiliziwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEliya ebantwini bonke, Sondelani kum apha. Basondela kuye bonke abantu. Waza ke wasihlaziya isibingelelo sikaYehova esasidiliziwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uEliya wabhekisa kubo bonke abantu, wathi: “Yizani kum apha.” Beza kuye bonke, waza ke yena walilungisa iqonga likaNdikhoyo elaliselonakele.