1 Kings 18:31 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Watabata u‐Elija amatye alishumi linamabini njengenani lezizwe zonyana baka‐Yakobi, lowo ilizwi likayehova leza kuye, lisiti: Igama lako loba ngu‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEliya wathabatha amatye alishumi elinamabini, ngokwenani lezizwe zoonyana bakaYakobi, eleza kuye ilizwi likaYehova lisithi, Liya kuba nguSirayeli igama lakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEliya wathabatha amatye alishumi elinamabini ngokwenani lezizukulwana zoonyana bakaYakobi, elafikayo kubo ilizwi likaYehova, lisithi, Igama lakho liya kuba nguSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliya wathatha amatye alishumi elinambini, ngalinye limele indlu kwezo zizwe zikaYakobi, yena lowo wafikelwa lilizwi likaNdikhoyo lisithi: “Igama lakho kothiwa unguSirayeli.”