1 Kings 18:33 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wazicwangcisa inkuni, wayihlahla inkunzana, wayibeka pezu kwenkuni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazilungisa iinkuni, wayityatya inkunzi entsha, wayibeka phezu kweenkuni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazilungisa iinkuni, wayityatya inkunzi entsha, wayibeka phezu kweenkuni, wathi, Zalisani iiemele zibe zine ngamanzi, niwagalele phezu kwedini elinyukayo, naphezu kweenkuni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wazilungisa iinkuni, wayixhaxha inkunzi leyo, wayibeka phezu kweenkuni ezo.