1 Kings 18:38 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandul’ ukuwa umlilo kayehova, wadla idini lokutshiswa, nenkuni, namatye, notuli; namanzi abesemseleni wawakotulula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawa ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanomhlaba; namanzi abe esemseleni wawakhotha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wehla ke umlilo kaYehova, walidla idini elinyukayo, kwaneenkuni, kwanamatye, kwanothuli, wawakhotha namanzi emhadini.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku wehla umlilo, uvela kuNdikhoyo, waza walitshisa idini elo, kunye neenkuni, amatye, nomhlaba, wada walenca naloo manzi ayesemseleni.