1 Kings 18:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati u‐Elija kubo: Bambani abaprofite baka‐Bali; makangasindi namnye kubo. Bababamba ke: waza u‐Elija wabahlisela emlanjeni we‐Kishone, wababulala kona apo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEliya kubo, Babambeni abaprofeti bakaBhahali;makungasindi namnye kubo. Bababamba ke; uEliya wabahlisela emlanjaneni oyiKishon, wababulalela khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEliya kubo, Babambeni abaprofeti bakaBhahali; akukho namnye kubo osindileyo. Bababamba, uEliya wabahlisela emlanjaneni oyiKishon, wababulalela khona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uEliya wathi kubo: “Babambeni abashumayeli bakaBhali, kungasindi noba abe mnye!” Ngenene ke babanjwa, waza uEliya wathi makuyiwe nabo kwintili yeKishon, apho wababulalela khona.