1 Kings 18:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Elija ku‐Ahabi: Nyuka, yidla usele nokusela; ngokuba kuko isandi sengxokolo yemvula.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uEliya kuAhabhi, Nyuka uye kudla, usele; ngokuba kuvakala ulwandile lwemvula enkulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uEliya kuAhabhi, Vuka, udle, usele; ngokuba kuvakala isandi semvula enkulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke uEliya wathi kuAhabhi: “Hamba, uye kutya usele, kuba kuvakala ukundila kwemvula enkulu.”