1 Kings 18:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ngelesixe̔nxe ixesha, sati: Nali ilifu elincinane, njengesandla somntu, liti tyi elwandle. Wayesiti: Nyuka, uti ku‐Ahabi: Bopa, uhle ke, ukuba imvula ingakutinti.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke ngesesixhenxe, yathi, Ndibona ilifana elingangesandla somntu, liphuma elwandle. Wathi, Nyuka uye uthi kuAhabhi, Bopha, uhle, ingakuvingceli imvula.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ngomhla wesixhenxe, Nanko, kuphuma intaka elwandle, engathi sisandla somntu; Wathi, Nyuka, uthi kuAhabhi, Lungisa inqwelo yakho, uhle, hleze imvula ingakuyeki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngesihlandlo sesixhenxe ihlakani lakhe elo labuya lisithi: “Nalo ilifu elingangesandla somntu, lisithi thu elwandle.” UEliya wathi kulo: “Yiya kuxelela uAhabhi, uthi kuye: ‘Bopha inqwelo yakho ugoduke, hleze uvalelwe yimvula.’ ”