1 Kings 18:45 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute pakati kwoko, izulu laba mnyama ngamafu nangumoya, yaza yabako imvula enkulu. Wakwela ke u‐Ahabi, waya e‐Yezerele.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ke kwakamsinya lasuka izulu lamnyama ngamafu nomoya; kwabakho imvula enkulu. Wakhwela uAhabhi, waya eYizereli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lasuka laba mnyama izulu ngamafu nomoya, akwabakho mvula inkulu. Wakhwela uAhabhi, waya eYizereli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo ke saxubayela isibhakabhaka, kwavela izibhaxu zamafu amnyama, kwavuthuza nomoya, yaza yagaleleka imvula, yatsho ngezantyala-ntyala; wabe ke yena uAhabhi ekhwele esendleleni egodukayo eya eYizereli.