1 Kings 18:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza balaba ilizwe pakati kwabo, ukuba bacande kulo: u‐Ahabi wahamba ngenye indlela eyedwa, no‐Hobadiya wahamba ngenye indlela eyedwa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Balahlula ilizwe phakathi kwabo, ukuba bacande kulo;uAhabhi wahamba ngenye indlela yedwa, uObhadiya wahamba ngenye indlela yedwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Babelana ngelizwe lokuya kulo; wahamba yedwa uAhabhi ngenye indlela, wahamba yedwa uObhadiya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umhlaba lowo ke bawahlula-hlula, waza uAhabhi waya kwelinye icala, no-Obhadiya waya kwelinye.