1 Kings 18:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kuye: Ndim; hamba, uti kwinkosi yako: Nanku u‐Elija.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena kuye, Ndim. Hamba uye kuthi enkosini yakho, Nanku elapha uEliya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ke yena wathi, Ndinguye; hamba uye kuthi enkosini yakho, Nanku elapha uEliya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UEliya waphendula wathi: “Ewe, ndim kanye! Hamba uye kuxelela inkosi yakho uthi: ‘Nanku uEliya!’ ”