1 Kings 19:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Jehu unyana ka‐Nimshi uya kumtambisa abe ngukumkani pezu kwo‐Sirayeli: no‐Elisha unyana ka‐Shafate, owase‐Abele‐mehola, uya kumtambisa abe ngumprofite esikundleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
uthambise uYehu, unyana kaNimshi, abe ngukumkani kumaSirayeli; uthambise uElisha, unyana kaShafati waseAbhele-mehola, abe ngumprofeti esikhundleni sakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehu, unyana kaNimsi, wamthambisa ukuba abe ngukumkani wakwaSirayeli; uthambise uElisha, unyana kaShafati, waseAbelemhola, ukuba abe ngumprofeti esikhundleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakhona uze uthambise uYehu, unyana kaNimshi, abe ngukumkani wamaSirayeli; kananjalo uthambise uElisha, unyana kaShafati waseAbhele-mehola, ukuze abe *ngumshumayeli emva kwakho.