1 Kings 19:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waseleshiya inkabi, wabaleka emva kwo‐Elija, wati: Makendange ubawo noma, ndandule ukulandela wena. Wayesiti kuye: Hamba, buya; ngokuba kuyinto nina endiyenzileyo kuwe?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazishiya iinkabi, wabaleka emva koEliya, wathi, Makhe ndiye kwanga ubawo noma, ndikulandele ke. Wathi kuye, Hamba ubuye; ndikwenze ntoni na?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazishiya iinkabi, wabaleka emva koEliya, esithi, Makhe ndiye kwanga ubawo noma, ndikulandele ke. Wathi kuye, Buya; ndikwenze ntoni na?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uElisha wazishiya iinkabi ezo, waza wabaleka emva koEliya. Wathi kuye: “Makhe ndiye kwanga utata nomama kuqala, ukuze ke ndihambe nawe.” UEliya waphendula wathi: “Hamba kaloku; andikuthinteli nganto.”