1 Kings 19:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wada wafika kona emqolombeni, walalisa apo; kekaloku bona ke, ilizwi likayehova leza kuye, lati kuye: Wenza nto nina apa, Elija?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya emqolombeni apho, walala khona. Nalo ilizwi likaYehova lifika kuye. Wathi kuye, Uyintoni na apha, Eliya?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wangena emqolombeni, walala khona; Nalo izwi likaYehova lifika kuye, lathi kuye, Uyintoni na apha, Eliya?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Apho ke wafumana umqolomba, waza walala khona. Ke kaloku uEliya wafikelwa lilizwi *likaNdikhoyo lisithi: “Ukho ngani apha, Eliya?”