1 Kings 2:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku imihla u‐Davide ebepete ubukumkani ngayo pezu kwo‐Sirayeli, ibiyiminyaka engamashumi mane: e‐Hebrone wapata ubukumkani iminyaka yasixe̔nxe, nase‐Yerusaleme wapata ubukumkani iminyaka yamashumi matatu anamitatu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke imihla abengukumkani kumaSirayeli uDavide ibingamashumi omane eminyaka; eHebron wayengukumkani iminyaka esixhenxe;eYerusalem wayengukumkani iminyaka emashumi mathathu anamithathu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Imihla uDavide abengukumkani kwaSirayeli ngayo yaba yiminyaka emashumi mane; waba neminyaka esixhenxe engukumkani eHebron, eseYerusalem iminyaka emashumi mathathu anamithathu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
KwaSirayeli walawula iminyaka engamashumi amane. Yaba yiminyaka esixhenxe eHebron, yangamashumi mathathu anantathu eJerusalem.