1 Kings 2:13 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula weza u‐Adonija unyana ka‐Hagiti ku‐Batesheba unina ka‐Solomone; owati: Luxolo na ukuza kwako? Wayesiti: Luxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku waya uAdoniya, unyana kaHagiti, kuBhatshebha unina kaSolomon. Wathi yena, Uza ngoxolo na? Wathi, Ngoxolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waza uAdoniya unyana kaHagiti weza kuBhatshebha unina kaSolomon. Wathi, Nize ngoxolo na? Wathi, Ndinoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uAdoniya, unyana kaHagiti, waya kuBhashebha, unina kaSolomon. Ke yena uBhasheba wathi: “Ngaba uza ngoxolo na?” UAdoniya waphendula wathi: “Ewe, ndiza ngoxolo.”