1 Kings 2:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wati: Zutete ku‐Solomone ukumkani, (ngokuba engayi kusonga ubuso bako,) ukuba andinike u‐Abishage um‐Shunemekazi abe ngumfazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuye, Thetha. Wathi ke, Khawuthethe noSolomon ukumkani, ngokuba akayi kukulandulela, andinike uAbhishagi waseShunem, abe ngumkam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Yitsho kukumkani uSolomon, ngokuba engayi kukulala; ndinike uAbhishagi waseShunem, abe ngumkam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba ke wathi: “Khawuncede uthethe nokumkani uSolomon; akanakwala kuwe. Ndifuna andinike uAbhishagi, intombi yomShunemi, abe ngumfazi wam.”