1 Kings 2:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula watuma ukumkani u‐Solomone ngesandla sika‐Benaya unyana ka‐Yoyada; owamwelayo wada wafa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani uSolomon wathumela ke ngoBhenaya unyana kaYehoyada; wamgwaza, wafa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani uSolomon wathuma uBhenaya unyana kaYehoyada; wamwela phezu kwakhe, wafa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani uSolomon wayalela uBhenaya unyana kaJoyada, waza wamgwaza uAdoniya, wafa.