1 Kings 2:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati ukumkani kuye: Yenza njengoko akutetileyo, umwele, umncw̔abe; ukuze ususe igazi elingenatyala, elo walipalazayo u‐Jowabi, kwa kum, nakuyo indlu kabawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani kuye, Yenza njengoko athethe ngako, umgwaze, umngcwabe, uwasuse kum nakwindlu kabawo amagazi amsulwa, awawaphalazayo uYowabhi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani kuye, Yenza into ayithethileyo, umbulale, umngcwabe; ukuze ulisuse kum nakwindlu kabawo igazi elimsulwa, aliphalazile uYowabhi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani ke wathi kuBhenaya: “Yiya kuye, wenze njengokuthetha kwakhe. Mosele umngcwabe, ukuze mna nendlu kabawo sahlukane nobutyala ngegazi awaliphalazayo.