1 Kings 2:34 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka wenyuka u‐Benaya unyana ka‐Yoyada, wamwela, wamfisa; waza wancw̔atywa endlwini yake entlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wenyuka ke uBhenaya unyana kaYehoyada, wamgwaza, wambulala;wangcwatyelwa endlwini yakhe entlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wenyuka ke uBhenaya unyana kaYehoyada, wamgwaza, wambulala; wangcwatyelwa endlwini yakhe entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngenene ke uBhenaya unyana kaJoyada waya wafika wamosela uJowabhi, waza ke wangcwatyelwa kumhlaba wakhe entlango.