1 Kings 2:35 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani wammisa u‐Benaya unyana ka‐Yoyada esikundleni sake pezu kwomkosi; no‐Tsadoki umperisite, ukumkani wammisa esikundleni sika‐Abiyatare.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wamisa uBhenaya, unyana kaYehoyada, esikhundleni sakhe phezu komkhosi; ukumkani wamisa uTsadoki umbingeleli esikhundleni sika-Abhiyatare.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukumkani wambeka uBhenaya, unyana kaYehoyada, esikhundleni sakhe ukuba aphathe umkhosi; uTsadoki umbingeleli wambeka ukumkani kwigumbi lokudlela lika-Abhiyatare.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani wamisela uBhenaya unyana kaJoyada wayinjengele yomkhosi esikhundleni sikaJowabhi, waza endaweni ka-Abhiyatare wafaka umbingeleli uZadoki.