1 Kings 2:46 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza ukumkani wamyalela u‐Benaya unyana ka‐Yoyada, owapuma ke, wamwela, wada wafa. Kwa njalo ubukumkani bebuqiniswa esandleni sake u‐Solomone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukumkani wamwisela ke umthetho uBhenaya unyana kaYehoyada;waphuma wamgwaza, wafa. Ubukumkani baqiniseka esandleni sikaSolomon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawisa umthetho uBhenaya unyana kaYehoyada; eyaphuma yawa phezu kwakhe, wafa. Ubukumkani baqiniselwa esandleni sikaSolomon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ukumkani wayalela uBhenaya unyana kaJoyada, waza ke wamgwaza uShimeyi, wafa. Kwesi sithuba ke ulawulo lwaluseluzinzile luluqilima esandleni sikaSolomon.