1 Kings 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, ungamyeki angabi natyala, ngokuba wena uyindoda elumkileyo; wauya kukwazi oko unga ukwenza kuye, ukuba uzihlisele encw̔abeni izimvi zake ngegazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoko uze ungamenzi omsulwa, ngokuba uyindoda elumkileyo wena; uze ukwazi oko uya kukwenza kuye; uzihlisele kwelabafileyo zinegazi izimvi zakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku musa ukumgqala emsulwa, ekubeni uyindoda elumkileyo yaye ukwazi oko ufanele ukwenze kuye; Intloko yakhe ethotyiweyo ikuwisele kwelabafileyo unegazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke ngoku uze ungamthathi njengongenatyala. Kaloku wena ungumfo onobulumko, ngoko ke akuyi kuxakwa yinto onokuyenza kuye. Mse engcwabeni izimvi zakhe zinegazi.”