1 Kings 20:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wabala abafana benkosi zamazwana, ababengamakulu mabini anamashumi matatu anababini: nasemva kwabo wabala bonke abantu, lwonke usapo luka‐Sirayeli, amawaka asixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wawabala ke amadodana abathetheli bamazwe, aba ngamakhulu amabini anamanci mathathu anamabini; emva kwawo wababala bonke abantu; bonke oonyana bakaSirayeli baba ngamawaka asixhenxe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wawabala amadodana abathetheli bamazwe, aba ngamakhulu amabini anamanci mathathu anamabini; yaye emva kwabo wababala bonke abantu, bonke oonyana bakaSirayeli, bangamawaka asixhenxe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uAhabhi wawabiza amajoni aselula aphantsi kweenjengele zamaphondo. Ayengamadoda angamakhulu amabini anamashumi amathathu anambini. Wawuhlanganisa emva kwawo umndilili wamaSirayeli ungabantu abamawaka asixhenxe.