1 Kings 20:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baye bepuma abafana benkosi zamazwana ukuqala; waza u‐Bene‐hadadi watuma abantu, abashumayela kuye ngokuti: Amadoda apumile e‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aphuma kuqala amadodana abathetheli bamazwe. Wathumela uBhen-hadade, bamxelela, besithi, Kuphume amadoda kwaSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Aphuma kuqala amadodana abathetheli bamazwe; Wathumela uBhen-hadade ukuba amxelele; kwathiwa, Kufike amadoda kwaSamari.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amabutho aselula aphantsi kweenjengele zamaphondo akhokela. UBhenadadi wayethumele, waza waxelelwa kwathiwa: “Nako kuphuma amadoda eSamariya.”