1 Kings 20:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza watuma izigidimi ku‐Ahabi ukumkani wo‐Sirayeli, esixekweni,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathumela abathunywa kuAhabhi, ukumkani wakwaSirayeli, kuloo mzi, wathi kuye,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela abathunywa kuAhabhi, ukumkani wakwaSirayeli, phakathi komzi, wathi kuye, Utsho uBhen-hadade ukuthi,
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathumela abathunywa apho esixekweni kukumkani uAhabhi wakwaSirayeli, esithi: “Mna Bhenadadi ndithi: