1 Kings 20:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wapuma ukumkani wo‐Sirayeli, wabeta amahashe nenqwelwana, wabulala ama‐Siriya ngesibulalo esikulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphuma ukumkani wakwaSirayeli, wawaxabela amahashe neenqwelo zokulwa; waxabela phakathi kwama-Aram ngoxabelo olukhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphuma ukumkani wakwaSirayeli, wawaxabela amahashe neenqwelo zokulwa, wawaxabela kakhulu ama-Aram.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphuma ke ukumkani wakwaSirayeli, wabahlasela abamahashe nabeenqwelo, wawabetha ee waca ama-Aram.