1 Kings 20:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute ekutwaseni kwomnyaka, wandula u‐Bene‐hadadi wabala ama‐Siriya, wenyukela e‐Afeki, ukuya kulwa no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi, ekuveleni komnyaka, wawabala uBhen-hadade ama-Aram, wenyuka waya kulwa namaSirayeli eAfeki.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi ekuqaleni kwentwasahlobo, uBhen-hadade wawabala ama-Aram, wenyuka waya kulwa noonyana bakaSirayeli eAfeki.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Entlakohlaza uBhenadadi wawuqokelela umkhosi wakhe, waza waphuma nawo ama-Aram, wajonga eAfeki, esiya kulwa namaSirayeli.