1 Kings 20:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
wati kuye: Utsho u‐Bene‐hadadi ukuti: Isilivere yako negolide yako yeyam: kanjalo abafazi bako nabantwana bako, abo bahle, bona bangabam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uBhen-hadade ukuthi, Isilivere yakho negolide yakho yeyam, nabafazi bakho nabantwana bakho abo bahle ngabam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Isilivere yakho negolide yakho yeyam; nabafazi bakho nabantwana bakho, abona bahle kakhulu, ngabam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
‘Loo siliva naloo golide yakho yeyam ngoku; nezona nzwakazi zabafazi ngabam, ngokunjalo nabantwana.’ ”