1 Kings 20:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wapendula ukumkani wo‐Sirayeli, wati: Njengelizwi lako, nkosi yam, kumkani! ndingowako, kwa nako konke endinako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waphendula ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Ngokwelizwi lakho, nkosi yam, kumkani, ndingowakho, nako konke endinako.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphendula ukumkani wakwaSirayeli, wathi, Ngokwelizwi lakho, kumkani, nkosi yam; Ndingowakho, nako konke endinako.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waphendula ke ukumkani wakwaSirayeli esithi: “Kanye njengoko sewutshilo, mhlekazi kumkani; xa sisonke nje singabákho, nako konke esinako.”