1 Kings 20:41 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandul ukunxama ke, wasusa isiqoqa emehlweni ake; waza ukumkani wo‐Sirayeli wamnakana ukuba ungowabaprofite.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wakhawuleza, wayisusa iqhiya emehlweni akhe. Wamazi ukumkani wakwaSirayeli, ukuba ungowasebaprofetini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wakhawuleza walususa uthuthu ebusweni bakhe; yaye ukumkani wakwaSirayeli wamkhetha njengomnye wabaprofeti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakhawuleza ke umshumayeli lowo wayisusa iqhiya awayezithandele ngayo ebusweni, waza ke ukumkani wamqonda ukuba ungomnye wabashumayeli.