1 Kings 20:43 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka ukumkani wo‐Sirayeli waya endlwini yake, ete shwa, equmbile nokuqumba, weza e‐Samariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waya ukumkani wakwaSirayeli endlwini yakhe, ubuso ebuthe nkwa, ejalile, wafika kwaSamari.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waba buhlungu ukumkani wakwaSirayeli waza wacaphuka endlwini yakhe waza waya eSamariya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wemka ke ukumkani wakwaSirayeli, waya ebhotwe eSamariya, equmbe esisifu.