1 Kings 21:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nendlu yako ndiya kuyenza njengendlu ka‐Jerobome unyana ka‐Nebati, nanjengendlu ka‐Bahasha unyana ka‐Ahiya, ngenxa yengcapukiso u ndi capukisile ngayo, nokuba ubenzile o‐Sirayeli bone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndoyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYarobheham unyana kaNebhati, nanjengendlu kaBhahesha unyana ka-Ahiya, ngenxa yokuqumbisa ondiqumbise ngako, wawonisa amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
ndoyenza indlu yakho ibe njengendlu kaYarobheham unyana kaNebhati, nanjengendlu kaBhahesa unyana ka-Ahiya, ngenxa yezingcikivo owamngcikiva ngazo amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Indlu yakho ndoyifanisa nendlu kaJerobhowam unyana kaNebhati, ifane naleyo kaBhayesha unyana ka-Ahiya, kuba kaloku wena uwuxhokonxile umsindo wam, noSirayeli wamlukuhlela esonweni.’