1 Kings 21:24 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lowo ka‐Ahabi obubayo esixekweni izinja ziya kumdla; nalowo obubayo endle intaka zezulu ziya kumdla.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Owakwa-Ahabhi ofela phakathi komzi, uya kudliwa zizinja;ofela endle, uya kudliwa ziintaka zezulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nabani na ka-Ahabhi ofela esixekweni uya kudliwa zizinja; yaye nabani na ofela endle wodliwa ziintaka zezulu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Abakwa-Ahabhi abafela ezixekweni baya kudliwa zizinja, ukanti abafela emaphandleni booxhwithwa ziintaka.” (