1 Kings 21:29 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyabona na ukuba u‐Ahabi uyazigoba pambi kwam? ngokokuba uyazigoba pambi kwam, andiyi kuzisa ububi obo emihleni yake; emihleni yonyana wake ndiya kuzisa ububi obo pezu kwendlu yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngenxa enokuba ezithobile ebusweni bam, andiyi kubuzisa ububi emihleni yakhe; ndiya kuyizisela ububi indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ubonile na, ukuzithoba kwakhe uAhabhi phambi kwam? ngenxa enokuba ezithobile phambi kwam, andiyi kuzisa bubi ngexesha lakhe; ndiya kuyizisela ububi indlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Uyabona na ukuba uAhabhi uzithobile kum ngoku? Ngenxa yoku kuzithoba kwakhe ke, esi sithwakumbe andisayi kusizisa ngemihla yakhe, koko ndosithoba phezu kwendlu yakhe ngemihla yonyana wakhe.”