1 Kings 21:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Nabote wati ku‐Ahabi: Ubunzima mabube kum buvela kuyehova, ukuba ndiyanika ilifa lobawo bam kuwe!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uNabhoti kuAhabhi, Makube lee kum ngenxa kaYehova, ukuba ndikunike ilifa loobawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uNabhoti kuAhabhi, Ngamana uYehova angandithintela ekukunikeni ilifa loobawo!
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNabhoti waphendula wathi: “Ekho nje *uNdikhoyo, nakanye ukuba ndikunike ilifa loobawo!”