1 Kings 21:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula weza kuye u‐Jezebele umfazi wake, wateta kuye, esiti: Kunganina lento umoya wako ulusizi, nokuba ungadlanga isonka?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika uIzebhele umkakhe kuye, wathi kuye, Yini na ukuba usangane kangaka, ungadli nokudla?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza kuye uIzebhele umkakhe, wathi kuye, Yini na ukuba ube mbi umphefumlo wakho, ungadli sonka?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umkakhe uJezebhele waya kuye, wathi: “Uqumbele ntoni, sewungasafuni nokutya oku nje?”