1 Kings 22:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kuhleliwe iminyaka mitatu, kungeko imfazwe pakati kwama‐Siriya no‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwahlalwa iminyaka yamithathu, kungekho mfazwe phakathi kwama-Aram namaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Bahlala iminyaka emithathu, kungekho mfazwe phakathi kwama-Aram namaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwaba yiminyaka emithathu iluxolo phakathi kwamaSirayeli nama-Aram.