1 Kings 22:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati kodwa u‐Mikaya: Ehleli nje uyehova, oko akutshoyo uyehova kum, ndiya kuteta kwa kona.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uMikaya, Ehleli nje uYehova, athe wakuthetha kum uYehova, ndothetha khona.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uMika, Ehleli nje uYehova, oko uYehova aya kukuthetha kum, ndiya kukuxela.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika ke yena wathi: “Ekho nje uNdikhoyo, ndiza kuthetha kuphela loo nto andixelela yona uNdikhoyo!”