1 Kings 22:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti: Ndabona o‐Sirayeli bonke bete sa pezu kwentaba, njengegusha ezingenaye umalusi; wati ke uyehova: Akuko inkosi kubo aba; mababuye abanye ngabanye baye ezindlwini zabo ngoxolo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi yena, Ndibone amaSirayeli onke elusali ezintabeni, njengempahla emfutshane engenamalusi. Wathi uYehova, Aba abanankosi; mababuyele elowo endlwini yakhe enoxolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi, Ndibone amaSirayeli onke elusali ezintabeni, njengeegusha ezingenamalusi; Wathi uYehova, Abanankosi; mababuyele elowo endlwini yakhe ngoxolo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UMika wathi: “Ewe, uSirayeli ndimbone ethe saa ezintabeni, engathi ziigusha ezingenamalusi; waza uNdikhoyo wathi: ‘Aba bantu abanankosi, ngoko ke elowo nalowo makagoduke ngoxolo.’ ”