1 Kings 22:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaza kwati ngomnyaka wesitatu, wehla u‐Yehoshafate ukumkani wo‐Juda ukuya kukumkani wo‐Sirayeli.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngomnyaka wesithathu wehla uYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, waya kukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngomnyaka wesithathu uYehoshafati, ukumkani wakwaYuda, wehla waya kukumkani wakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke kulo nyaka wesithathu uYoshafati ukumkani wakwaJuda wehla waya kubonana nokumkani wakwaSirayeli.